Ivangeli ka‐Mateyu 7:3-4
Ivangeli ka‐Mateyu 7:3-4 XHO1902A
Kuyinina ukuba ukangela icetyana elisesweni lomzalwana wako, kodwa umqadi osesweni lako akuwunakani? Woti nina nokuti kumzalwana wako: Vuma ndiliku̔pe icetyana esweni lako; kanti nangu umqadi kwelako iliso?

