Nina nilukanyiso lwelizwe; isixeko esimiyo pezu kwentaba asingefihleke.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 5:14
3 Iintsuku
Kuthetha ukuthini ukuba lukhanyiso kwaye sikubonakalisa njani ukukhanya kukaThixo: esi sifundo siphonononga ikholwa njengokukhanya kunye nendlela yokugcina ekhanyisa ukukhanya nangona ubumnyama obungqingqwa obugubungele ihlabathi.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!