Ivangeli ka‐Mateyu 28:10

Ivangeli ka‐Mateyu 28:10 XHO1902A

Wandula wati kubo u‐Yesu: Musani kwoyika; hambani, nishumayele kubazalwana bam ukuba bemkele e‐Galili; kona apo ke baya kundibona.