Ivangeli ka‐Mateyu 27:54
Ivangeli ka‐Mateyu 27:54 XHO1902A
Kekaloku inkosikulu nabo babenayo begcina u‐Yesu, bakubona isingcangcazelo somhlaba nezinto ezenzekileyo, boyika kakulu, besiti: Ngenyaniso ebengunyana KATIXO lo.