Ivangeli ka‐Mateyu 27:35

Ivangeli ka‐Mateyu 27:35 XHO1902A

Kanjalo akuba ebemkuruseshile, azaba ingubo zake, esenza amaqashiso; ukuze kuzaliseke oko kwatetwayo ngumprofite, esiti: Babelana izivato zam, napezu kwengubo yam benza amaqashiso.