Ivangeli ka‐Mateyu 17:5
Ivangeli ka‐Mateyu 17:5 XHO1902A
Nxa abesateta, bona ke, ilifu elikanyayo labasibekelela; kanjalo bona ke, ilizwi lavela elifini, lisiti: Lo ungunyana wam otandiweyo, endikolisiweyo kakuhle nguye; mveni yena.