Ivangeli ka‐Mateyu 14:18-19
Ivangeli ka‐Mateyu 14:18-19 XHO1902A
Wayesiti: Zisani zona kum apa. Waza wayalela izihlwele ukuba zihlale pantsi etyanini, watabata izonka zozihlanu nentlanzi zombini, wati, ekangele ngasezulwini, wabulela, waqezula, wanikela izonka kubadisipile, bati abadisipile banikela kwizihlwele.

