Ivangeli ka‐Mateyu 1:20

Ivangeli ka‐Mateyu 1:20 XHO1902A

Kodwa esacinga ezizinto, bona ke, ingelosi YENKOSI yabonakala kuye epupeni, isiti: Josefe, nyana ka‐Davide! ungoyiki ukutabatela kuwe u‐Mariya umfazi wako; ngokuba oko kukaulweyo pakati kwake KUNGOMOYA OYINGCWELE.