Waza u‐Satane wamnyusela entabeni ende, wambonisa bonke ubukumkani belizwe ngexanyana linye. Waza u‐Satane wati kuye: Ndiya kunika kuwe lamandla onke, nobungcwalisa babo; ngokuba enikelwe kum, nalowo enditanda ukumnika wona ndiyawanika kuye: wena ngoko ukuba uya kundibedesha, kwoba kokwako konke. Waza u‐Yesu wapendula wati kuye: Yiya emva kwam, Satane! ngokuba kuba̔liwe ngokuti: Uya kubedesha UYEHOVA, UTIXO wako, umkonze yena yedwa.
Funda Ivangeli ka‐Luke 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 4:5-8
3 Iintsuku
Esi sicwangciso sokufunda seentsuku ezintathu sivula amehlo akho enyanisweni yokuba xa sinikezela ngobomi bethu kuThixo, singena edabini, silwe kunye nehlabathi, nezinto zokwenyama kunye nosathana. Nangona sidalwe ngokutsha kuKristu kwaye sifumene uMoya oyiNgcwele, kusafuneka sixhotyiswe ukuze sijongane neentshaba zokwenene.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo