Waza wapendula u‐Yesu kuye, esiti: Kuba̔liwe ukuti: Akungaso isonka sodwa aya kupila umntu, koko kungawo onke amazwi KATIXO.
Funda Ivangeli ka‐Luke 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Luke 4:4
3 Iintsuku
Esi sicwangciso sokufunda seentsuku ezintathu sivula amehlo akho enyanisweni yokuba xa sinikezela ngobomi bethu kuThixo, singena edabini, silwe kunye nehlabathi, nezinto zokwenyama kunye nosathana. Nangona sidalwe ngokutsha kuKristu kwaye sifumene uMoya oyiNgcwele, kusafuneka sixhotyiswe ukuze sijongane neentshaba zokwenene.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo