I‐Levitikusi 26:6
I‐Levitikusi 26:6 XHO1902A
Kanjalo ndonika uxolo elizweni, nize, niti tyambalala, kungeko oya kunitusa: ndandiya kupelisa amaṙamncwa elizweni; kanjalo iṙele aliyi kudlula elizweni lenu.