U‐Jobi 8:5-7

U‐Jobi 8:5-7 XHO1902A

ukuba ubufuna ngokutalo KUTIXO, wataṙuzisa kuye USOMANDLA; ukuba ubungongcwengekileyo nolungisayo; ngenyaniso kaloku ebeya kuvuka ngenxa yako, atamsanqelekise ikaya lokulunga kwako. Nakuba ukuqala kwako bekukuncinane, okwasemva kwako bekuya kuba kukulu kunene.