U‐Jeremiya 42:11-12

U‐Jeremiya 42:11-12 XHO1902A

Ningamoyiki ukumkani we‐Babilone, enimoyikayo; ningamoyiki, utsho UYEHOVA: ngokuba ndinani mna ukunisindisa, nokunihlangula esandleni sake. Ndandiya kunenzela izibele, aze abe nobubele ngakuni, anibuyisele kowenu umhlaba.