U‐Jeremiya 30:19

U‐Jeremiya 30:19 XHO1902A

Kwakuya kupuma kuzo umbulelo, nelizwi labanemigcobo: ndiya kubandisa, abayi kuncitshiswa; ndandiya kubenza babekwe, abayi kudelwa.