U‐Yisaya 7:9
U‐Yisaya 7:9 XHO1902A
Kanjalo intloko yakwa‐Frayime yoba yi‐Samariya, nentloko ye‐Samariya yoba ngunyana ka‐Remaliya. Ukuba aniyi kukolwa, ngenyaniso aniyi kuqiniswa.