U‐Yisaya 64:6
U‐Yisaya 64:6 XHO1902A
Koko sinjengento enco̔lileyo tina sonke, nako konke ukulunga kwetu kunjengeqiya eyintshontsho; siyabuna tina sonke njengegqabi, nezikohlakalo zetu, njengomoya, ziyasimkisa.