U‐Yisaya 6:2
U‐Yisaya 6:2 XHO1902A
Iserafime zema ngakuyo: zibe zinamapiko amatandatu ezinye ngezinye; ngamabini zagubungela ubuso bazo, nangamabini zagubungela inyawo zazo, nangamabini zapapazela.