U‐Yisaya 6:10
U‐Yisaya 6:10 XHO1902A
Yenza intliziyo yababantu idikwe; nendlebe zabo zenze nzima, namehlo abo wacime; hleze babone ngamehlo abo, beve ngendlebe zabo, baqonde ngentliziyo zabo, baguquke, bapiliswe.