Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

U‐Hosheha 4:6

U‐Hosheha 4:6 XHO1902A

Abantu bam bayabujiswa ngokuswela ukwazi: ngokuba wena ulahlile ukwazi, nam ndiya kulahla wena, uze ungabi ngumperisite kum; ulibele umteto wotixo wako nje, nam ndolibala abantwana bako.