U‐Hosheha 3:5
U‐Hosheha 3:5 XHO1902A
Kamva lwobuya usapo luka‐Sirayeli, lufune UYEHOVA, UTIXO walo, no‐Davide, ukumkani walo; lwaluya kuza ngokungcangcazela KUYEHOVA nakuko ukulunga kwake, emihleni yokupela.