Kodwa zilumkele ke, uwugcine umpefumlo wako kunene, ukuba ungalibali ezozinto amehlo ako azibonileyo, nokuba zingemki entliziyweni yako yonke imihla yokudla kwako ubomi: uze uzazise kubantwana bako, nakubantwana babantwana bako.
Funda I‐Duteronomi 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 4:9
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo