I‐Duteronomi 31:6

I‐Duteronomi 31:6 XHO1902A

Yomelelani nikalipe, ningoyiki, ningankwantyi nokunkwantya pambi kwazo: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wako, nguye ohamba nawe; akayi kukuyeka, akayi kukushiya kanjalo.