U‐Danyeli 9:27
U‐Danyeli 9:27 XHO1902A
Waeya kuqinisa ucebano nabaninzi iveki ibe nye; napakati kweveki leyo uya kupelisa umbingo nomnikelo; nangenxa yokutwabululeka kwezinto ezizondekileyo uya kucitakalisa, kwa kude kube kukugqitywa, nxa okumisiweyo kuya kutululwa pezu kwokucitakeleyo.

