U‐Danyeli 2:44
U‐Danyeli 2:44 XHO1902A
Nasemihleni yokumkani aba, UTIXO wezulu uya kumisa ubukumkani, obungayi kuza butshatyalaliswe napakade: obubukumkani abuyi kushiyelwa kwabanye abantu; buya kubuti viti obobukumkani bonke bubugqibele, kanti buya kuma bona kude kube ngunapakade

