U‐Hamose 2:7
U‐Hamose 2:7 XHO1902A
ababefulelayo utuli lwomhlaba pezu kwentloko yamahlwempu, nendlela yabalulamileyo bayayipambukisa; indoda noyise wayo bayangena kwenye intombi, ukuze balidyobe igama lam elingcwele