Izenzo zabapostile 4:32
Izenzo zabapostile 4:32 XHO1902A
KEKALOKU umhlambi wabakoliweyo intliziyo nompefumlo wawo ubumnye: kwaye kungeko namnye obesiti into yabenazo iyeyake, koko zonke izinto zibe zizezabo bonke.