Waye u‐Davide wabekela lamazwi entliziyweni yake, woyika kakulu ngenxa ka‐Akishe ukumkani we‐Gate. Ngako wayenza yimbi ingqondo yake emehlweni abo, wazenzisa igeza ezandleni zabo, waṙwela pezu kwengcango zesango, wahlisela amate ake eludevini lwake.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 21
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Eyokuqala ka‐Samyali 21:12-13
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo