UNCUTHU LWENGOMA 2:10
UNCUTHU LWENGOMA 2:10 XHO96
Isithandwa sam sibhekisa kum, sisithi: “Vuka kaloku, sithandwa sam. Awu, uyinzwakazi ke khona! Yiza kaloku, masihambe.