KWABASEROMA 6:1-2

KWABASEROMA 6:1-2 XHO96

Síthini na ke ngoko? Síhlale sihleli esonweni ukuze ubabalo lwande? Nakanye! Thina kaloku safa kuso isono. Singathini ke ukuba siqhubele phambili sisona?