IINKOKHELI 6:16

IINKOKHELI 6:16 XHO96

UNdikhoyo waphendula wathi: “Ndiya kuba nawe. AmaMidiyan uya kuwatshayela, abe ngathi kuwe angumntu omnye.”