UISAYA 63:7
UISAYA 63:7 XHO96
Ndiya kuthetha ngezibele *zikaNdikhoyo; ndiya kumncoma ndimbonge ngemisebenzi yakhe, ngenxa yeentsikelelo zakhe kuSirayeli, nangenxa yenceba amthululele yona – ezingako zona izibele zothando lwakhe.