UISAYA 55:1

UISAYA 55:1 XHO96

*UNdikhoyo unimema esenjenje: “Yizani nonke nina ninxaniweyo; yizani xa ninonke, nanga amanzi. Yizani nonke, nabo bangenamali; thengani, naku ukutya nitye. Yizani nizenzele kwiwayini nobisi; xa iyonke loo nto sisimahla.

Umfanekiso weVesi ye UISAYA 55:1

UISAYA 55:1 - *UNdikhoyo unimema esenjenje:
“Yizani nonke nina ninxaniweyo;
yizani xa ninonke, nanga amanzi.
Yizani nonke, nabo bangenamali;
thengani, naku ukutya nitye.
Yizani nizenzele kwiwayini nobisi;
xa iyonke loo nto sisimahla.