UHOSIYA 2:19-20

UHOSIYA 2:19-20 XHO96

Ndiya kukungeja, ndimanyane nawe ngonaphakade; ewe, ndokungeja ngobulungisa nangokusemthethweni, ngokunyaniseka nangenceba. Ndokumanya nam ngentembeko, khon' ukuze undazi mna *Ndikhoyo.