KUMAGALATI 4:4-5
KUMAGALATI 4:4-5 XHO96
Kodwa ke lithe lakuzaliseka ixesha, uThixo wamthumela uNyana wakhe. Weza ngokuzalwa ngumntu obhinqileyo, wazalelwa phantsi *komthetho kaMosis, ukuze ahlangule abo baphantsi komthetho, size thina sibe ngoonyana bakaThixo.

