2 YEZIGANEKO 7:12

2 YEZIGANEKO 7:12 XHO96

suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi: “Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.