UMATEYU 4:7

UMATEYU 4:7 XHO75

Wathi uYesu kuye, Kubhaliwe kanjalo kwathiwa, Uze ungayihendahendi iNkosi uThixo wakho.