UMATEYU 1:23

UMATEYU 1:23 XHO75

Yabonani, intombi le iya kumitha izale unyana, Bambize ngegama elinguImanuweli, () oko kukuthi ngentetho evakalayo, uThixo unathi.