UISAYA 54:12
UISAYA 54:12 XHO75
Ndolumisa uqoqo lwakho ngeerubhi,• namasango akho ngamatye abengezelayo, nemida yakho yonke ngamatye anqabileyo.