Bathi ke bona, Kholwa kuyo iNkosi uYesu Kristu, wosindiswa wena nendlu yakho.
Funda IZENZO 16
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IZENZO 16:31
3 Iintsuku
Oku kufunda iintsuku ezintathu kuhlolahlola inyaniso engummangaliso yokuba iNkosi yathi yasigqithisa ukusuka kubukumkani bobumnyama ukuya kuBukumkani baKhe bokukhanya.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!