Ŋmɩŋ yiwo Haalɩŋ, ta vuodiekemba dɩ jɩanna wa mʋ ba jɩama wa aŋaŋ wusie, ʋ Halɩkasɩka hagɩrɩŋ ma.”
Funda Jɔɔn 4
Phulaphula i Jɔɔn 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Jɔɔn 4:24
3 Iintsuku
Kuthetha ukuthini ukuDumisa? Kutheni sifuna ukuya Dumisa uThixo? Ngaba ubomi bokudumisa noNqulo benza umahluko? 'Kutheni kufuneka sidumise' sisifundo sokuba kutheni ikholwa ngalinye kufuneka liphile ngendumiso nonqulo rhoqo. Kukuthanda kukaThixo ukuba yonke into ayidalileyo ibonise uzuko lwakhe. Nangona indlela isenokungabi lula ekuqaleni, kodwa ngoYesu silufumene ubabalo kwaye ulonwabo alubeka ezintliziyweni zethu luyasomeleza njengoko sihlala ebusweni bakhe.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!