Ícha jína chrókjuincheníhi ti nkexro choxián ke ti chojni nínkakohan chrótjáha ijnko kochíto.
Funda Proverbios 27
Phulaphula i Proverbios 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Proverbios 27:6
3 Iintsuku
Ubuhlobo yinxalenye ebalulekileyo yobomi. UYesu simgqala njengezinto ezininzi kubomi bethu. Umzekelo, unguMsindisi wethu, umhlanguli, umlungiseleli, phakathi kwezinye izinto azizo. Amaxesha amaninzi asiye simthathe njengomhlobo wethu wenene. Phakathi kwazo zonke ezinye izinto azizo kuthi, Ungumhlobo wenene kwaye bonke obunye ubuhlobo bunokuzalisekiswa kwisiseko sobuhlobo noYesu.. Esi sifundo sifuna ukuhlolisisa uYesu njengenkosi yobuhlobo kunye nendlela yokuba ngumhlobo kaThixo.
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!