Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Marko 4

1

Marko 4:39-40

Ivangeli lika Marko 1899

NG1898

Wavuka, wakuza umoya, wati kuyo inyanze, Tula uhlobe. Umoya wapera, kadi kukona ukutula okukuru. Wati kubo, Muyasaba ngani na? munge nakutemba na?

Thelekisa

Phonononga Marko 4:39-40

2

Marko 4:41

Ivangeli lika Marko 1899

NG1898

Basaba kakulu, bati omunye kwo munye, Royo ngubani, ukuti umoya nenyanze kumlalela?

Thelekisa

Phonononga Marko 4:41

3

Marko 4:38

Ivangeli lika Marko 1899

NG1898

Kodwa yena kadi ukona etshiqeni tshomkumbi, elele ubutongo emcamelweni; bamvusa, bati kuye, Mfundisi, aukataleli ukuba tiyabuba na?

Thelekisa

Phonononga Marko 4:38

4

Marko 4:24

Ivangeli lika Marko 1899

NG1898

Wati kubo, Qaperani loko emukuzwayo; ngetshilinganiso retsho emulinganisa ngatsho, kuya kulinganiswa ngatsho ku lina: kuyakuyengezelwa kulina.

Thelekisa

Phonononga Marko 4:24

5

Marko 4:26-27

Ivangeli lika Marko 1899

NG1898

Wati, Unje umbuso ka Mlungu, kungati umuntu apose imbeu emhlabatini; alale ubutongo avuke ebusuku nasemini, imbeu ihlume ikule, engayazi kanjani.

Thelekisa

Phonononga Marko 4:26-27

6

Marko 4:23

Ivangeli lika Marko 1899

NG1898

Ngati kukona onezindhlebe zokuzwa, akezwe.

Thelekisa

Phonononga Marko 4:23

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Marko 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo