Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KuTito KuTito 3

1

KuTito KuTito 3:4-7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kwathi ke emva koko kwabonakala ububele nothando lukaThixo, uMsindisi wethu, kubantu; kungengamisebenzi yobulungisa esayenzayo thina, kungokwenceba yakhe, wasisindisa ngentlambululo yokuzalwa ngokutsha, nangokuhlaziya koMoya oyiNgcwele; Owasithululayo phezu kwethu ngokobutyebi, ngoYesu Kristu uMsindisi wethu; ukuze sithi, sigwetyelwe ngobabalo lwakhe, sibe ziindlalifa zobomi obungunaphakade ngokwethemba.

Thelekisa

Phonononga KuTito KuTito 3:4-7

2

KuTito KuTito 3:1-2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bakhumbuze ukuba bathobele oozilawuli noomagunya, bathobele abathetheli, bawulungele wonke umsebenzi olungileyo; Mabanganyelisi mntu, bangabi nakulwa, babe nokuthantamisa, bebonakala benobulali bonke kubantu bonke.

Thelekisa

Phonononga KuTito KuTito 3:1-2

3

KuTito KuTito 3:9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kodwa yona imibuzo yobudenge, nemilibo yokuzalwa, neenkani, nokulwa ngawo umthetho, zinxweme, kuba azincedi nganto, zililize.

Thelekisa

Phonononga KuTito KuTito 3:9

4

KuTito KuTito 3:10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Umntu ongumahlukanisi emva kokululekwa kokuqala nokwesibini mmangale

Thelekisa

Phonononga KuTito KuTito 3:10

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KuTito KuTito 3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo