Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka IsiThyilelo IsiThyilelo 10

1

IsiThyilelo IsiThyilelo 10:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kodwa ngemihla yezwi lesesixhenxe isithunywa sezulu, xa sukuba siza kuvuthela ixilongo, iya kuzaliseka imfihlelo kaThixo, njengoko wawazisayo abakhonzi bakhe abaprofeti.

Thelekisa

Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 10:7

2

IsiThyilelo IsiThyilelo 10:11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Sathi kum, Umele ukuba ubuye uprofete ngabantu, neentlanga, neelwimi, nookumkani, abaninzi.

Thelekisa

Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 10:11

3

IsiThyilelo IsiThyilelo 10:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndabona esinye isithunywa sezulu esinamandla, sisihla ezulwini, sithiwe wambu ngelifu; kukho umnyama entloko, ubuso baso bungathi lilanga, iinyawo zaso zingathi ziintsika zomlilo.

Thelekisa

Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 10:1

4

IsiThyilelo IsiThyilelo 10:9-10

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Ndesuka ke ndaya kwisithunywa eso, ndathi kuso, Ndinike incwadana leyo. Wathi kum, Yithabathe, uyidle uyigqibe; yenze krakra isisu sakho, kodwa emlonyeni wakho yoba mnandi njengobusi. Ndayithabatha ke incwadana esesandleni sesithunywa eso, ndayidla ndayigqiba; yaye emlonyeni wam inencasa enjengeyobusi; yaye xa ndayidlayo, saba krakra isisu sam.

Thelekisa

Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 10:9-10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo