1
Iindumiso Iindumiso 28:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
NguYehova amandla am nengweletshetshe yam; Yakholosa ngaye intliziyo yam, ndancedwa; ke ngoko, intliziyo yam yonwabe kakhulu; ndiya kumdumisa ngengoma yam.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 28:7
2
Iindumiso Iindumiso 28:8
uYehova uligwiba labo, uyingxonde yomthanjiswa wakhe.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 28:8
3
Iindumiso Iindumiso 28:6
Makabongwe uYehova, kuba elivile ilizwi lomthandazo wam.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 28:6
4
Iindumiso Iindumiso 28:9
Khulula abantu bakho, lisikelele ilifa lakho; kwaye uzidlise kwaye uziphakamise ngonaphakade.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 28:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo