1
uMarko uMarko 3:35
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kuba othe wakwenza ukuthanda kukaThixo, lowo ngumzalwana wam, nodade wethu, noma.
Thelekisa
Phonononga uMarko uMarko 3:35
2
uMarko uMarko 3:28-29
Inene ndithi kuni, Zonke izono baya kuzixolelwa oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo; Ke yena othe wanyelisa uMoya oyiNgcwele, akanako ukuxolelwa naphakade; unetyala lokugwetywa okungunaphakade.
Phonononga uMarko uMarko 3:28-29
3
uMarko uMarko 3:24-25
Nobukumkani, ukuba buthe bahlulelana bodwa, abunako ukuma obo bukumkani; nendlu, ukuba ithe yahlulelana yodwa, ayinako ukuma loo ndlu
Phonononga uMarko uMarko 3:24-25
4
uMarko uMarko 3:11
Nabo oomoya abangcolileyo babesithi, xa sukuba bembona, bawe phantsi kuye, bakhale, besithi, Wena unguye uNyana kaThixo.
Phonononga uMarko uMarko 3:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo