Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka iLevitikus iLevitikus 10

1

iLevitikus iLevitikus 10:1

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Bathabatha ooNadabhi noAbhihu, oonyana baka-Aron, bathabatha enye kuzo ugcedevu lwakhe, babeka umlilo kuwo, babeka isiqhumiso phezu kwawo, bazisa umlilo ongesesikweni phambi koYehova, angabawiselanga mthetho ngawo.

Thelekisa

Phonononga iLevitikus iLevitikus 10:1

2

iLevitikus iLevitikus 10:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wathi uMoses kuAron, Utsho uYehova ukuthi, Ndozingcwalisela abasondela kum, ndizukiseke phambi kwabantu bonke. Wathi tu uAron.

Thelekisa

Phonononga iLevitikus iLevitikus 10:3

3

iLevitikus iLevitikus 10:2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kwaphuma umlilo ovela kuYehova, wabatshisa, bafa phambi koYehova.

Thelekisa

Phonononga iLevitikus iLevitikus 10:2

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne iLevitikus iLevitikus 10

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo