Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka uYeremiya uYeremiya 14

1

uYeremiya uYeremiya 14:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Phakathi kweentlanga ezingento, ngaba ukho na onokunisa imvula? Ngaba isibhakabhaka siyana? Asinguwe na, Yehova, Thixo wethu? ke ngoko siya kukulinda, ngokuba nguwe ozenzileyo ezi zinto.

Thelekisa

Phonononga uYeremiya uYeremiya 14:22

2

uYeremiya uYeremiya 14:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Wena, Yehova, ukuba senze okungekho sikweni, kwenze ngenxa yegama lakho; ngokuba zininzi iimbandezelo zethu; sonile kuwe.

Thelekisa

Phonononga uYeremiya uYeremiya 14:7

3

uYeremiya uYeremiya 14:20-21

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Yehova, siyabazi ububi bethu, nokungendawo koobawo; ngokuba sonile kuwe. Musa ukuba lisikizi kuthi, ngenxa yegama lakho; ungayideli itrone yozuko lwakho; Khumbula, ungawaphuli umnqophiso wakho nathi.

Thelekisa

Phonononga uYeremiya uYeremiya 14:20-21

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo