Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KumaHebhere KumaHebhere 5

1

KumaHebhere KumaHebhere 5:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kodwa ukudla okuqinileyo kokwabakhulileyo, abo bathi, ngenxa yobugcisa, babe nezimvo eziqheliselwe ukucalula okuhle kwanokubi.

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 5:14

2

KumaHebhere KumaHebhere 5:12-13

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kuba, nakuba benifanele ukuba ngabafundisi, ngenxa yokuba sekumzuzu nakholwayo, nibuye naswela umntu wokunifundisa iziqalelo zokuqala zezihlabo zikaThixo; nisuke naba ngabafanele ukusezwa amasi, aningabokutya okuqinileyo. Kuba bonke abasasezwa amasi abanamava elizwi lobulungisa, kuba beziintsana.

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 5:12-13

3

KumaHebhere KumaHebhere 5:8-9

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Nakuba ebenguNyana, wafunda ukululama ngobunzima awabuvayo; waza, egqibelele, waba yimbangi yosindiso olungunaphakade kubo bonke abamlulamelayo

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 5:8-9

4

KumaHebhere KumaHebhere 5:7

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Owathi ngemihla yenyama yakhe, xa wayesondeze izikhungo kwanezibongozo kulowo unako ukumsindisa ekufeni, kunye nodanduluko olunamandla, neenyembezi, waviwa ngenxa yokoyika kwakhe uThixo

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 5:7

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KumaHebhere KumaHebhere 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo