Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KumaHebhere KumaHebhere 1

1

KumaHebhere KumaHebhere 1:3

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yezono, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 1:3

2

KumaHebhere KumaHebhere 1:1-2

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

uThixo wayethethile nje kudala, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo oobawo ngabaprofeti; Ngale mihla yokugqibela uthe wathetha nathi ngoNyana wakhe, awammisayo ukuba abe yindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wawenza amahlabathi

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 1:1-2

3

KumaHebhere KumaHebhere 1:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Azingabo na zonke oomoya ababusayo, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zosindiso?

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 1:14

4

KumaHebhere KumaHebhere 1:10-11

Contemporary Xhosa Bible 2024

CXB24

Kananjalo wathi, Wena, Nkosi, waliseka ihlabathi kwasekuqalekeni; Liyimisebenzi yezandla zakho izulu; Ezo zinto ziya kutshabalala; ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 1:10-11

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne KumaHebhere KumaHebhere 1

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo